Hay' inyweba abanayo
Abangcwele baphezulu
Abemiyo phambi kwayo
ITerone yakomkhulu
ITerone yakomkhulu
Ndinga nam ndingema nabo
Abo bantu abangcwele
Ndiyidumis' iNkosi yabo
Leyo mvana ibafele
Leyo mvana ibafele
Ukuphumla bakuphiwe
Bayohlala bonwabile
Iinyembezi zosuliwe
Zonk' iintlungu ziphelile
Zonk' iintlungu ziphelile
Zonk' iintlungu ziphelile
compositores: Siyasanga Kobese,Siyanqoba Mthethwa
Você é fã de Joyous Celebration? Gosta da letra da música?
Compartilhe com seus amigos.